Iduteronomi 28:45 XHO75

45 Zoza ke phezu kwakho ezo ziqalekiso zonke, zikusukele, zikufumane ude utshabalale; ngokuba ungaliphulaphulanga ilizwi likaYehova uThixo wakho, ukuba uyigcine imithetho yakhe nemimiselo yakhe akuwiseleyo;

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 28

imbono Iduteronomi 28:45 kwimeko