53 udle isiqhamo sesizalo sakho, inyama yoonyana bakho neentombi zakho akunikileyo uYehova uThixo wakho, ekungqingweni, nasekuxinweni, olokuxina ngako utshaba lwakho.
funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 28
imbono Iduteronomi 28:53 kwimeko