Iduteronomi 30:20 XHO75

20 ukuba umthande uYehova uThixo wakho, uliphulaphule ilizwi lakhe, unamathele kuye: ngokuba bubomi bakho, nokolulwa kweemini zakho; ukuze uhlale emhlabeni lowo awafunga uYehova kooyihlo ooAbraham noIsake noYakobi, ukuba wobanika.

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 30

imbono Iduteronomi 30:20 kwimeko