Iduteronomi 31:7 XHO75

7 UMoses wambiza ke uYoshuwa, wathi kuye emehlweni amaSirayeli onke, Yomelela ukhaliphe; kuba wena uya kungena naba bantu kwelo zwe wafungayo kooyise uYehova ukuba wobanika; wena uya kubadlisa ilifa.

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 31

imbono Iduteronomi 31:7 kwimeko