14 Amasi eenkomo, nobisi lwempahla emfutshane,Kunye namanqatha eemvana;Neenkunzi zezimvu, amatakane aseBhashan, neebhokhwe,Kunye namanqatha ezintso zengqolowa;Negazi lediliya walisela, liyiwayini enegwebu.
funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 32
imbono Iduteronomi 32:14 kwimeko