Iduteronomi 32:20 XHO75

20 Wathi, Ndiya kubusithelisa ubuso bam kubo,Ndibòne ukuba koba yintoni na ukuphela kwabo;Ngokuba basisizukulwana sempenduka,Ngoonyana abangenantembeko.

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 32

imbono Iduteronomi 32:20 kwimeko