Iduteronomi 4:32 XHO75

32 Kuba khawubuze emihleni yamandulo, eyayikho ngaphambi kwakho, kususela kumhla uThixo awadala ngawo umntu ehlabathini, uthabathele esiphelweni sezulu, ude use esiphelweni sezulu, ukuba khe kwakho na into enjengale nto ukuba nkulu, ukuba khe kwaviwa into enjengale na?

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 4

imbono Iduteronomi 4:32 kwimeko