Iduteronomi 4:40 XHO75

40 akukho wumbi; uyigcìne imimiselo yakhe, nemithetho yakhe, endikumisela yona namhla, ukuba kulúnge kuwe, nakoonyana bakho emva kwakho, ukuze uyolule imihla yakho emhlabeni, lowo akunika wona uYehova uThixo wakho imihla yonke.

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 4

imbono Iduteronomi 4:40 kwimeko