11 nezindlu ezizele zizinto zonke ezintle, ongazizalisanga; namaqula ambiweyo, ongawambanga; nezidiliya nezinquma, ongazityalanga; wadla wahlutha:
funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 6
imbono Iduteronomi 6:11 kwimeko