15 UYehova wósusa zonke izifo kuwe; nobulwelwe bonke obubi baseYiputa, obo ubaziyo, akayi kububeka kuwe; úya kububeka kubo bonke abakuthiyayo.
funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 7
imbono Iduteronomi 7:15 kwimeko