Iduteronomi 7:26 XHO75

26 Uze ungalingenisi isikizi endlwini yakho, ukuze ungabi yinto yokusingelwa phantsi njengálo. Ize ibe nezothe, ibe linyala kuwe, ibe lisikizi kuwe, ngokuba yinto yokusingelwa phantsi.

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 7

imbono Iduteronomi 7:26 kwimeko