Iduteronomi 7:6 XHO75

6 Ngokuba ningabantu abangcwele kuYehova uThixo wakho; úninyule uYehova uThixo wakho, ukuba nibe ngabantu abayinqobo kuye, kunabantu bonke abaphezu komhlaba.

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 7

imbono Iduteronomi 7:6 kwimeko