Iduteronomi 8:3 XHO75

3 Wakuthoba, wakulambisa, wakudlisa imana,* into obungayazi, ababengayazi nooyihlo; ukuze akwazise ukuba akaphili ngasonka sodwa umntu; umntu lo yena uphila ngento yonke ephuma emlonyeni kaYehova.

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 8

imbono Iduteronomi 8:3 kwimeko