Ieksodus 12:13 XHO75

13 Igazi elo loba ngumqondiso kuni ezindlwini enikuzo. Ndolibona igazi, ndigqithe kuni, singabikho kuni isibetho esonakalisayo, ekulibetheni kwam ilizwe laseYiputa.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 12

imbono Ieksodus 12:13 kwimeko