Ieksodus 13:17 XHO75

17 Kwathi, akubandulula uFaro abantu, uThixo àkabakhokela ngendlela yelizwe lamaFilisti, nakuba ibimfutshane yona: kuba wathi uThixo, hleze abantu bazohlwaye bakubona imfazwe, babuyele eYiputa.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 13

imbono Ieksodus 13:17 kwimeko