2 Babambana abantu noMoses, bathi, Sínike amanzi, sisele. Wathi uMoses kubo, Yini na ukuba nibambane nam? Yini na ukuba nimlinge uYehova?
funda isahluko epheleleyo Ieksodus 17
imbono Ieksodus 17:2 kwimeko