Ieksodus 17:3 XHO75

3 Banxanelwa amanzi apho abantu; abantu bamkrokrela uMoses, bathi, Yini na ukuba usinyuse siphume eYiputa, nosapho lwethu, nemfuyo yethu, uze kusibhubhisa ngenxano?

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 17

imbono Ieksodus 17:3 kwimeko