Ieksodus 2:10 XHO75

10 Wakhula umntwana, wamsa ke kwintombi kaFaro, waba ngunyana wayo. Yamthiya igama elinguMoses,* yathi, Ndamrhola emanzini.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 2

imbono Ieksodus 2:10 kwimeko