Ieksodus 2:9 XHO75

9 Yathi intombi kaFaro kuye, Thabatha lo mntwana, umanyise; ndokunika umvuzo wakho mna. Umfazi lowo wamthabatha umntwana, wamanyisa.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 2

imbono Ieksodus 2:9 kwimeko