14 saza sazíwa isono aboné ngaso: isikhungu sosondeza inkunzi entsha, ithole lenkomo, libe lidini lesono, balizise phambi kwentente yokuhlangana.
funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 4
imbono Ilevitikus 4:14 kwimeko