Ilevitikus 5:3 XHO75

3 Xa athe wachukumisa ubunqambi bomntu, ubunqambi bakhe bonke ayinqambi ngabo, engakwazi oko, waza wabuya wakwazi oko: uzeké ityala.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 5

imbono Ilevitikus 5:3 kwimeko