Ilevitikus 5:4 XHO75

4 Xa ke ubani athe wafunga, waphololoza ngomlomo wakhe, esithi, uya kwenza into, nokuba imbi, nokuba ilungile, ezintweni zonke athe waziphololoza umntu ngesifungo, engakwazi oko, waza wabuya wakwazi oko: uzeké ityala nangayiphi kwezo nto.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 5

imbono Ilevitikus 5:4 kwimeko