2 Yeziganeko 10:14 XHO96

14 wathatha elabafana, wathi: “Ubawo wayenza nzima idyokhwe yenu. Mna ke ndiza kuyenza ibe nzima ngaphezulu. Njengoko yena ubawo ebenibetha ngoswazi, ke mna ndiza kunikatsa ngemvubu.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 10

imbono 2 Yeziganeko 10:14 kwimeko