2 Yeziganeko 11:16 XHO96

16 Kuzo zonke izindlu zikaSirayeli abantu ababezimisele ukulandela uNdikhoyo uThixo kaSirayeli bemka nabaLevi, baya eJerusalem, ukuze banikele amadini kuNdikhoyo uThixo wooyise.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 11

imbono 2 Yeziganeko 11:16 kwimeko