2 Yeziganeko 11:23 XHO96

23 URehobhowam wenza ubuchule, oonyana bakhe wabasarhaza kuzo zonke izithili zakwaJuda nakwaBhenjamin, kuzo zonke izixeko ezinqatyisiweyo. Wabaxhasa ngokwaneleyo, wabathathela abafazi abaninzi.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 11

imbono 2 Yeziganeko 11:23 kwimeko