2 Yeziganeko 12:16 XHO96

16 URehobhowam waya kuphumla kooyise, waza wangcwatyelwa kwisixeko sikaDavide. Esikhundleni sakhe kwangena unyana wakhe uAbhiya.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 12

imbono 2 Yeziganeko 12:16 kwimeko