2 Yeziganeko 13:5 XHO96

5 Ngaba anazi na ukuba *uNdikhoyo uThixo wakwaSirayeli umbuso wakwaSirayeli wawunikela kwindlu kaDavide nesizukulwana sayo ngomnqophiso wetyuwa oya kuma ngonaphakade?

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 13

imbono 2 Yeziganeko 13:5 kwimeko