2 Yeziganeko 14:1 XHO96

1 UAbhiya ke waya kuphumla kooyise, waza wangcwatywa kwisixeko sikaDavide. UAsa unyana wakhe wangena esikhundleni sakhe. Ngemihla yakhe ilizwe lazola iminyaka yalishumi.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 14

imbono 2 Yeziganeko 14:1 kwimeko