2 Yeziganeko 14:3 XHO96

3 Wazitshabalalisa iindawo eziphakamileyo zonqulo ndawonye namaqonga asemzini; wawacumza amatye anqulwayo, wazigawula iintsika zika-Ashera.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 14

imbono 2 Yeziganeko 14:3 kwimeko