2 Yeziganeko 15:15 XHO96

15 Wonke uJuda wasithakazelela eso sifungo kuba wayesenze ngomxhelo wakhe wonke. UThixo bamfuna ngolangazelelo, baza ke bamfumana. Ngoko ke uNdikhoyo wabaphumza ngeenxa zonke.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 15

imbono 2 Yeziganeko 15:15 kwimeko