2 Yeziganeko 16:1 XHO96

1 Ke kaloku kwathi kunyaka wamashumi amathathu anantandathu wolawulo luka-Asa kwanyuka uBhayesha ukumkani wakwaSirayeli, weza kuhlasela uJuda, wafika wayingqinga iRama, wavala akwabi nakungena nakuphuma mntu kummandla ka-Asa ukumkani wakwaJuda.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 16

imbono 2 Yeziganeko 16:1 kwimeko