2 Yeziganeko 16:12 XHO96

12 Ngonyaka wamashumi amathathu anethoba wolawulo lwakhe uAsa wangenelwa sisifo seenyawo. Nangona wayebambekile, naxa yayingasekuko, akazange afune uncedo kuNdikhoyo, koko wabhenela kumagqirha.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 16

imbono 2 Yeziganeko 16:12 kwimeko