2 Yeziganeko 17:7 XHO96

7 Ke kaloku ngonyaka wesithathu wolawulo lwakhe uYoshafati wathumela la maphakathi ukuba aye kufundisa kwiidolophu zakwaJuda: uBhen-rhayili, uObhadiya, uZakariya, uNataniyeli, noMikaya.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 17

imbono 2 Yeziganeko 17:7 kwimeko