10 Ke uZedekiya, unyana kaKenana, wayenze iimpondo ngentsimbi, waza ke wathi: “Utsho uNdikhoyo ukuthi: ‘Ngezi mpondo ùya kuwahlaba uwatshabalalise ama-Aram.’ ”
funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 18
imbono 2 Yeziganeko 18:10 kwimeko