2 Yeziganeko 18:14 XHO96

14 Akuba efikile ke, ukumkani wathi kuye: “Mika, singaya kulwa na neRamoti yaseGiliyadi, okanye ndirhoxe?”UMika wathi: “Phakathi! Yihlasele; uya kuyoyisa, kuba baza kunikelwa esandleni senu!”

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 18

imbono 2 Yeziganeko 18:14 kwimeko