2 Yeziganeko 18:19 XHO96

19 Waza ke yena wathi: ‘Yaz' ukuba ngubani na oya kulukuhla uAhabhi aze ahlasele iRamoti yaseGiliyadi, khon' ukuze afele khona?’ Omnye uthethe ngolu hlobo, waza ke omnye wathetha ngoluya.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 18

imbono 2 Yeziganeko 18:19 kwimeko