2 Yeziganeko 18:29 XHO96

29 Ukumkani wakwaSirayeli wathetha noYoshafati, wathi: “Mna ndiza kungena kweli dabi ndinxibe ngendlela eya kundenza ndingaqondakali ukuba ndingukumkani, kodwa ke wena nxiba ezobukhosi.” Ke ukumkani wakwaSirayeli wazenza mntu wumbi, waza ke waya apho edabini.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 18

imbono 2 Yeziganeko 18:29 kwimeko