2 Yeziganeko 18:3 XHO96

3 UAhabhi ukumkani wakwaSirayeli wacela uYoshafati wathi: “Uya kuhamba nam na, silwe neRamoti yaseGiliyadi?”UYoshafati wathi: “Mna nawe sibanye; abantu bam ngabantu bakho. Siya kuba kunye kule mfazwe.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 18

imbono 2 Yeziganeko 18:3 kwimeko