2 Yeziganeko 18:31 XHO96

31 Zithe ke iingqwayi-ngqwayi zeenqwelo zakubona uYoshafati, zacinga zathi: “Nguye lo ukumkani wakwaSirayeli.” Ngoko ke zaphethuka zafunzela kuye, kodwa uYoshafati wasuka wakhala, waza ke uNdikhoyo wamhlangula. Ewe, uThixo wenza ukuba zirhoxe zimke ngakuye;

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 18

imbono 2 Yeziganeko 18:31 kwimeko