2 Yeziganeko 18:34 XHO96

34 Idabi laqhuba ke yonke loo mini, wabe yena ukumkani wakwaSirayeli emi ebambelele enqwelweni yakhe, ejongise ngakuma-Aram kwada kwahlwa. Kambe ke ukutshona kwelanga wafa.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 18

imbono 2 Yeziganeko 18:34 kwimeko