2 Yeziganeko 19:2 XHO96

2 waza ke wahlangatyezwa yimboni uYehu unyana kaHanani, wathi kukumkani: “Ngaba kulungile ukuba usize isikhohlakali, ubathande abo bamthiyileyo *uNdikhoyo? Ngenxa yesi senzo ke ingqumbo kaNdikhoyo iphezu kwakho.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 19

imbono 2 Yeziganeko 19:2 kwimeko