2 Yeziganeko 20:10 XHO96

10 “Ngoko ke ngoku nanga ama-Amon, amaMowabhi nâbo bentaba iSeyire, ummandla lowo wena ungavumanga ukuba awuhlasele uSirayeli ukuphuma kwakhe eJiputa, waza ke uSirayeli wabacezela akabatshabalalisa.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 20

imbono 2 Yeziganeko 20:10 kwimeko