2 Yeziganeko 20:17 XHO96

17 Asinini abaya kulilwa eli dabi. Yimani ngeendawo zenu, niqingqe nje, nibukele uNdikhoyo enihlangula, ndlundini kaJuda nani bemi baseJerusalem. Ze ningoyiki okanye nityhafe. Ngomso phumani nijongane nabo, uNdikhoyo uya kuba nani.’ ”

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 20

imbono 2 Yeziganeko 20:17 kwimeko