2 Yeziganeko 20:20 XHO96

20 Bavuka kusasa ngengomso, baphuma bajonga kwintlango yaseTekowa. Xa baphumayo ke uYoshafati wema wathi: “Ndiphulaphuleni, maJuda nani bemi baseJerusalem! Kholosani ngoNdikhoyo uThixo wenu, yaye ke yena uya kunixhasa. Ukuba niyabathemba abashumayeli bakhe niya kuphumelela.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 20

imbono 2 Yeziganeko 20:20 kwimeko