2 Yeziganeko 20:23 XHO96

23 Kaloku ama-Amon namaMowabhi asuka avukelana namadoda entaba iSeyire, awangenela awatshabalalisa. Akuba ewagwintile amadoda aseSeyire, ajika abulalana kwaodwa.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 20

imbono 2 Yeziganeko 20:23 kwimeko