2 Yeziganeko 21:1 XHO96

1 Ke uYoshafati waya kuphumla kooyise, waza ke wangcwatywa phakathi kwabo kwisixeko sikaDavide. Esikhundleni sakhe kwangena uYehoram unyana wakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 21

imbono 2 Yeziganeko 21:1 kwimeko