2 Yeziganeko 21:3 XHO96

3 Uyise wabanika intaphane yezipho: isiliva, igolide, nezinto ezixabisekileyo, kananjalo nezixeko ezinqatyisiweyo kwelakwaJuda. Kambe ke wona umbuso wawunika uYehoram, kuba kaloku wayengunyana wamazibulo.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 21

imbono 2 Yeziganeko 21:3 kwimeko