2 Yeziganeko 23:1 XHO96

1 Ke kaloku ngonyaka wesixhenxe uJoyada wabona ukuba lifikile ixesha. Wenza umnqophiso neengqwayi-ngqwayi zamaqela alikhulu: uAzariya unyana kaYehoram, uIshamayeli unyana kaYohanan, uAzariya unyana kaObhedi, uMaseya unyana ka-Adaya, noElishafati unyana kaZikri.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 23

imbono 2 Yeziganeko 23:1 kwimeko