2 Yeziganeko 23:6 XHO96

6 Makungabikho mntu ungenayo endlwini kaNdikhoyo ngaphandle kwababingeleli nabaLevi abasebenzayo. Bona bangangena, kuba bahlambulukile, kambe ke bonke abanye mabalinde ngokwezinto abamiselwe zona nguNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 23

imbono 2 Yeziganeko 23:6 kwimeko