2 Yeziganeko 24:22 XHO96

22 Ukumkani uYowashe wabulibala ubuntu awayebenzelwe nguyise kaZakariya, wasuka wambulala unyana wakhe. Ke xa afayo uZakariya wathi: “Ngamana uNdikhoyo wakugqala ngesi senzo, akubuyekeze.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 24

imbono 2 Yeziganeko 24:22 kwimeko